Zu.– Emini nasebusuku Lyrics

zu. – ndim netshomi zam lyrics and tracklist

Lyrics for Emini nasebusuku by Zu.

Emini nasebusuku Lyrics

 

Lyrics “Emini nasebusuku” by Zu. (feat. Hip-Naughtic Sean)

 

Come along, sing my song
mna ndilangazelela ukuthetha nawe
yehlis uvalo uthwal uthando Iwam
let yourself fall, zinikezele kum
mna ndilangazelela ukuthetha nawe
yehlis’ uvalo uthwal uthando Iwam

 

there’s something special here
there’s something special here
ndiz’bhaqa ndikucinga
emini nasebusuku nd’bamba bambe baby.
ndbamb ungandiyeki
ndiz’bhaqa ndikucinga
emini nasebusuku nd’bamba bambe baby.
nd’bamb ungandiyeki ndiz’bhaqa ndikucinga
emini nasebusuku

 

mmm I’m gonnna give, I’m gonna give my all
I’m gonna let, let myself fall
kukh’into eFamiliar about your love
and if this is all we have then this is enough
I’m goona, I’m gonna let myself fall
Give it my all Ndizbhaqa
ndikucinga emini nasebusuku

 

there’s something special here
there’s something special here
ndiz’bhaqa ndikucinga emini
nasebusuku nd’bamba bambe baby. ndbamb ungandiyeki
ndiz’bhaqa ndikucinga
emini nasebusuku
nd’bamba bambe baby. nd’bamb ungandiyeki
ndiz’bhaqa ndikucinga
emini nasebusuku

 

 

 

Zu. Lyrics

 

W3Schools