Zu.– Camagu Lyrics

zu. – ndim netshomi zam lyrics and tracklist

Lyrics for Camagu by Zu.

Camagu Lyrics

 

Lyrics “Camagu” by Zu. (feat. Stakev)

 

Ndibulelea kuni, Ndibulela Kuni
ooHlathi abahle
Ndibulelea kuni, Ndibulela Kuni
emabheleni
Ndibulela kooMaMiya nasemaQomeni
Ndin’bulela nonke

 

Sihamba nje sihamba nani
Nemithandazo yoomakhulu bethu
ngaphandle kwenu singa hini?
singa hin? (ey)

 

sanu’libala
ninga lahl’ amasiko
vuka mntomnyama
fez’ amaphupho akho

 

Siyacamagusha, sibulela koo makhulu bethu
Thina siyacamagusha, sisilela oomaakhulu
bethu
sithi vumani bo

 

Khanya, uyiminqweno yoo makhulu bakho
Thandaza Sithi vumani bo,
Sithi vumani bo

 

Siyacamagusha, sibulela koo makhulu
bethu(ukuba kukho, kwabangasekhoyo)
Thina siyacamagusha, sisilela oomaakhulu
bethu (abangonwabanga)
sithi vumani bo (lalani ngoxolo)

 

Sihamba nje sihamba nani
Nemithandazo yoomakhulu bethu
ngaphandle kwenu singa hini?
singa hin? (ey)

 

ukuba kukho, kwabangasekhoyo
abangonwabanga
lalani ngoxolo

 

 

 

Zu. Lyrics