Zu.– Believe Lyrics

zu. – ndim netshomi zam lyrics and tracklist

Lyrics for Believe by Zu.

Believe Lyrics

 

Lyrics “Believe” by Zu. (feat. Msaki & Stakev)

 

Ma ba zibon izenzo zakho zingqamana na
mazwi akho
hiba lingqina lezimangaliso
sendiyabona thina, siyimbumba pha (woooo)
sibhiyozel ukufezwa kwamaphupho

 

ndiphuphe ndilele ndiphupha iphupha
kusithwa, brown baby now’s the time to unite
ndavuka, ndothuka, ndacinga, ndavuya
kusithwa brown baby now’s the time to unite

 

oooh. up! Rise up! ooh! up! rise bhabha!

 

Msaki:
Unolwazi o’bunzulu, bukusondeza kubuwena
(nguwe,nguwe ingwenya)
uyingwena, mntase (ooh)
‘ba buyazi, lemibuso ikukhanyisela lendlela
(mabuded ubumnyama)
sekunjena, nguwe ithemba

 

oooh. up! Rise up! ooh! up! rise bhabha!

 

 

Zu. Lyrics

 

W3Schools