Msaki – uNdize Lyrics

 

uNdize Lyrics Msaki

uNdize Lyrics

 

uNdize Lyrics by Msaki (feat. Kwanda Limani Mvana)

 

I can fly

Dancing in the sky
How about you
How about you
How about you?

Imini ide yaphela
Udlalile seyilixesha lokulala
Phumla

Mathongo amahle sthandwa sam
Mathongo amahle nana wam
Undize
Mathongo amahle sthandwa sam
Mathongo amahle nana wam
Undize

(Ndulamthi)
Fall away
(Ndkulamthi)
Into the night sky
(uLala nini; uLala nini?)
Nguwe omde
(Ndulamthi)
Ufik’ emazulwini
(Ndulamthi ; uLala nini; uLala nini?)

Mathongo amahle sthandwa sam
Mathongo amahle nana wam
Undize
Mathongo amahle nana wam
Mathongo amahle sana lwam
Undize

Ahhhaah Ahhh
Ahhhaah Ahhhaahhh
Ahhhaah Ahhh
Ahhhaah Ahhhaahhh