DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics ft. Bucy Radebe

DJ Cleo Gcina Impilo Yam Lyrics

DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics

Gcina Impilo Yam Lyrics by DJ Cleo

Oh, Somandla uzuyigcin′impilo yami
Oh, Somandla uzuyigcin’impilo yami
(Hallelujah)

(Wadlala Cleo)
Oh, Somandla uzuyigcin′impilo yami (Uzugcin’impilo yam)
Uphinde ukhusel’umoya wami
Ukhusele umoya wami (Ukhusel′umoya wami)

Somandla Uzugcin′impilo yami (Uzugcin’impilo yam′)
Uphinde ukhusel’ umoya wam′ (Ukhusel’ umoya wam′)

AI, ng’cela nime ngenyawo manje
Kuyonakala ke manje
Shay’isbambatho sakho
Sondela ungasabi

Kuyonakala ke manje
Kuyonakala ke manje
Sondela ungasabi
(Hallelujah)

Oh, Somandla uzuyigcin′impilo yami (Uzugcin′impilo yam’)
Uphinde Ukhusel′umoya wami (ukhusel’umoya wam)
Ngoba mna ndohamba

Ndijonge kuwe, ngamaxesha onke (Ngizohamba ndijonge kuwe
Oh, ngamaxesha (Ngamaxesha onke)
Ngoba mna ndohamba, ndijonge kuwe(Ngizohamba ndijonge kuwe
Ngamaxesha onke, Ngamaxesha onke (Ngamaxesha onke)

Written by; DJ Cleo

DJ Cleo Gcina Impilo Yam Lyrics

    Credits & Song Knowledge

  • Song Title:
  • Performed by:
  • Written by:
  • Genre:
  • Album:
  • Release Date: